Acts 21:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
eyati kwa oko yatabata nayo amasodati nenkosikulu, yehla yaya kubo ngokubaleka. Bati bona bakubona inkosiwaka namasodati, bayeka ukubeta u‐Paulusi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owathi kwangelo lixa wathabatha amasoldati nabathetheli-khulu, wabaleka, wehla waya kubo. Bakumbona ke umthetheli-waka namasoldati, bayeka ukumbetha uPawulos.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owathi kwangelo lixa wathabatha amasoldati nabathetheli-khulu, wabaleka, wehla waya kubo. Bakumbona ke umthetheli-waka namasoldati, bayeka ukumbetha uPawulos.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangoko ingqwayi-ngqwayi yesuka kunye namagosa ayo, neqela lamajoni, yasukela apho kolo dushe. Bakuyibona isiza namajoni, bayeka ukumbetha uPawulos abantu.