Acts 21:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, xeshekweni wafika pezu kwezinyukelo, watwalwa ngamasodati ngenxa yokunyanzela kwesihlwele:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xeshikweni wafikayo ke kumatye okunyuka, usuke wathwalwa ngamasoldati, ngenxa yamandla esihlwele;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe akufika kwizinyuko, wathwalwa ngamasoldati, ngenxa yesiphithiphithi sabantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kufika naye ezitepsini, kwanyanzeleka ukuba amthwale apho amajoni, ngenxa yesiphithi-phithi sabantu.