Acts 21:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba umhlambi wabantu ubulandela, udanduluka ngokuti: Msuse yena!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba yayilandela inkitha yabantu, inkqangaza isithi, Msuseni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba yayilandela inkitha yabantu, inkqangaza isithi, Msuseni!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke babemlandela bekhwaza besithi: “Bulala!”