Acts 22:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndati: Ndiya kwenza nto nina, Nkosi? Yayisiti inkosi kum: Suka, uye e‐Damakusi; wauya kutyelwa apo ngazo zonke ezonto umiselwe ukuzenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi ke, Ndithini na, Nkosi? Yathi ke iNkosi kum, Vuka, uye eDamasko; woxelelwa khona ngazo zonke izinto ozimiselweyo ukuba uzenze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi ke, Ndithini na, Nkosi? Yathi ke iNkosi kum, Vuka, uye eDamasko; woxelelwa khona ngazo zonke izinto ozimiselweyo ukuba uzenze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndabuza ndathi: ‘Ndingenza ntoni, Nkosi?’ Yaza yathi iNkosi kum: ‘Vuka, uye eDamasko; woyixelelwa khona apho into yonke akumisele ukuba uyenze uThixo.’