Acts 22:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati yena: Utixo wobawo betu wamisela wena pambili ukuyazi intando yake, nokumbona olungileyo, nokuliva ilizwi livela emlonyeni wake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke yena, UThixo woobawo bethu ukumisile wena ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, umbone lowo uliLungisa, uve ilizwi eliphuma emlonyeni wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena, uThixo woobawo bethu ukumisile wena ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, umbone lowo uliLungisa, uve ilizwi eliphuma emlonyeni wakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi: ‘UThixo wookhokho bethu ukukhethele ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, ukuze usibone isiCaka sakhe esililungisa, uve ilizwi lakhe lithetha nawe,