Acts 22:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndabona yona isiti kum: Nxama, upume kamsinya e‐Yerusaleme; ngokuba bengayi kwamkela ukunqi̔na kwako ngam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndayibona isithi kum, Ngxama, uphume kamsinya eYerusalem;ngokokuba bengayi kubamkela ubungqina bakho ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndayibona isithi kum, Khawuleza, uphume kamsinya eYerusalem; ngokuba bengayi kubamkela ubungqina bakho ngam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndabona iNkosi isithi kum: ‘Khawuleza umke eJerusalem, kuba abantu balapha abayi kubamkela ubungqina bakho ngam.’