Acts 22:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndati ke mna: Nkosi! bayazi bona kakulu ukuba ndibe ndibafaka entolongweni, ndabatyabula kuzo zonke izindlu zentlanganiso, abo babekolwa kuwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi mna, Nkosi, bayazi kakuhle bona ukuba mna ndandibafaka entolongweni, ndibatyabula kuzo zonke izindlu zesikhungu abo bakholwayo kuwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi ke mna, Nkosi, bayazi kakuhle bona ukuba mna ndandibafaka entolongweni, ndibatyabula kuzo zonke izindlu zesikhungu abo bakholwayo kuwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndathi ke mna: ‘Nkosi, bazi kakuhle ukuba ndandifika ndibabambe abo bazinikele kuwe, ndibabethele apho *ezindlwini zesikhungo.