Acts 22:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yaxela inkosiwaka ukuba angeniswe elalini yamasodati, yati makaṙoṙonywe ngokubetwa, ukuze iqonde ituba ababememeza kangaka ngakuye ngenxa yalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi umthetheli-waka, makangeniswe enqabeni yomkhosi;wathi makancinwe ngekatsi, ukuze azi ukuba kungathuba lini na ukuba benjenje ukunkqangaza ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umthetheli-waka, makangeniswe enqabeni yomkhosi; wathi makancinwe ngekatsi; ukuze azi ukuba kungani na ukuba benjenje ukunkqangaza ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingqwayi-ngqwayi yomkhosi wamajoni amaRoma yathi uPawulos makangeniswe enqabeni yawo, akatswe, kuncinwe unobangela wento amxhibe ngayo amaJuda, ukuze angxole kangaka.