Acts 22:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati inkosikulu yakuva oko, yaya yashumayela kwinkosiwaka, isiti: Lumka into uza kuyenza; ngokuba umntu lo engum‐Roma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Evile ke umthetheli-khulu, waya wabika kumthetheli-waka, esithi, Yilumkele into oza kuyenza; kuba lo mntu ungumRoma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Evile ke umthetheli-khulu, waya wabika kumthetheli-waka, esithi, Yilumkele into oza kuyenza; kuba lo mntu ungumRoma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umphathi-butho akuyiva le nto, waya kwingqwayi-ngqwayi, wathi: “Uza kuthini ke? Lo mfo ngummi ongumRoma.”