Acts 22:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yati inkosiwaka ukupendula: Mna ubuzwe obu ndabuzuza ngenani elikulu lemali. Wati u‐Paulusi: Kodwa mna ndizelwe ndikwa nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula umthetheli-waka wathi, Mna ukungeniswa kwam kulo mzi waseRoma, ndakuzuza ngenani elikhulu. Wathi ke uPawulos. Ke mna ndizelwe ndinako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula umthetheli-waka wathi, Le nkululeko ndayizuza ngexabiso elikhulu. Wathi ke uPawulos, Mna ndizelwe ndizelwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingqwayi-ngqwayi yaqhuba isithi: “Ndahlawula imali eninzi ukuze ndibe ngummi ongumRoma.” UPawulos wathi ukuphendula: “Kodwa ke mna ndinguye ngokuzalwa.”