Acts 23:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ngobusuku obulandelayo yema inkosi ngakuye, yati: Yomelela, Paulusi! ngokuba, njengokuba uzinqi̔nisile izinto ezingam e‐Yerusaleme, kwa njalo ufanele ukunqi̔na nase‐Roma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ngobo busuku iNkosi yema ngakuye, yathi, Yomelela, Pawulos; kuba njengokuba waqononondisa izinto ngam eYerusalem, kwangokunjalo umelwe kukuthi ungqine naseRoma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye, yathi, Yomelela, Pawulos; kuba njengokuba waqononondisa ngam eYerusalem, kwangokunjalo umelwe kukuthi ungqine naseRoma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngobo busuku iNkosi yema ngakuPawulos, yathi: “Qina! Njengokuba undingqine apha eJerusalem nje, kufuneka wenze kwaloo nto naseRoma.”