Acts 23:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akuva unyana wodade bo‐Paulusi ukulalela kwabo, waya kona wangena elalini yamasodati, washumayeza u‐Paulusi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akukuva unyana wodade boPawulos ukumlalela kwabo, wafika wangena enqabeni yomkhosi, wambikela uPawulos.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akukuva unyana wodade boPawulos ukumlalela kwabo, wafika wangena enqabeni yomkhosi, wambikela uPawulos.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa weva ngeli yelenqe unyana wodade boPawulos, waza ke waya kungena enqabeni yamajoni, wamxelela ngalo uPawulos.