Acts 23:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Paulusi wabiza enye yazo inkosikulu, wati: Yisa indodana le kwinkosiwaka; ngokuba inento etile ukuyishumayela kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UPawulos ubizele ke kuye omnye wakubathetheli-khulu, wathi, Yisa le ndodana kumthetheli-waka; kuba inento eza kuyibika kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uPawulos ubizele ke kuye omnye wakubathetheli-khulu, wathi, Yisa le ndodana kumthetheli-waka; kuba inento eza kuyibika kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos ubize umphathi-butho, wathi kuye: “Yisa lo mfana kwingqwayi-ngqwayi. Kukho into afuna ukuyixelela yona.”