Acts 23:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke yayitabata nayo yayisa kwinkosiwaka, yati: Umbanjwa u‐Paulusi wandibiza, watandaza ukuba lendodana ndiyise kuwe, inento etile ukuyiteta kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyithabathile ke yena, wayizisa kumthetheli-waka, wathi, UPawulos, umbanjwa undibizele kuye, wacela ukuba ndizise le ndodana kuwe; inento eza kuyithetha kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyithabathile ke yena, wayizisa kumthetheli-waka, wathi, uPawulos, umbanjwa undibizele kuye, wacela ukuba ndizise le ndodana kuwe; inento eza kuyithetha kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umphathi-butho wamthatha wamsa kwingqwayi-ngqwayi, wafika wathi: “Ndibizwe ngumbanjwa uPawulos, wathi mandize nalo mfana kuwe, kuba kukho into aza kukuxelela yona.”