Acts 23:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza inkosiwaka yayibamba ngesandla, yaya nayo ecaleni ngasese, yabuza ngokuti: Yinto nina onayo ukuyishumayela kum?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayibamba ke ngesandla umthetheli-waka, waya nayo ngasese, wayibuza wathi, Unantoni na oza kuyibika kum?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayibamba ke ngesandla umthetheli-waka, waya nayo ngasese, wayibuza wathi, Unantoni na oza kuyibika kum?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingqwayi-ngqwayi imbambe ngesandla umfana lowo, yamtsalela bucala, yambuza isithi: “Uze kundixelela ntoni?”