Acts 23:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
endayifumana inikwa ityala ngayo imibuzo yomteto wawo, kodwa ingabekelwa ityala lanto efanele ukufa nezinxibo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndayifumana imangalelwe ngeembuzwano zomthetho wawo, kodwa ingenalo nalinye ityala elilingene ukufa, nokufakwa iintambo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndayifumana imangalelwe ngeembuzwano zomthetho wawo, kodwa ingenalo nalinye ityala elilingene ukufa, nokufakwa iintambo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho ke kuye kwacaca ukuba ayenzanga tyala lokuba ingagwetyelwa ukufa, nokuba mayivalelwe entolongweni. Isityholo ebekwa sona siphathelele kwimpikiswano ngomthetho wabo.