Acts 23:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yati: Ndokolisa ukukuva, okuya bafikileyo nabakunika ityala. Yaza yaxela ukuba agcinwe endlwini yobukosi ka‐Herodi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yathi, Ndokuva kakuhle, xa bathe bafika nabamangaleli bakho; yatsho yathi, makagcinwe endlwini yerhuluneli ebiyekaHerode.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ndokuva kakuhle, xa bathe bafika nabamangaleli bakho; wathi makagcinwe endlwini yerhuluneli kaHerode.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yathi: “Ityala lakho liya kuthethwa kwakufika abamangali.” Yathi uPawulos makagcinwe ebhotwe likaHerode.