Acts 23:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Paulusi: Bendingazi, bazalwana! ukuba ungumperisite omkulu; ngokuba kuba̔liwe ukuti: Umpati wabantu bako akuyi kuteta kakubi ngaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uPawulos, Bendingazi, bazalwana, ukuba ungumbingeleli omkhulu; kuba kubhaliwe kwathiwa, Uze ungathethi kakubi ngomphathi wabantu bakowenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uPawulos, Bendingazi, bazalwana, ukuba ungumbingeleli omkhulu; kuba kubhaliwe kwathiwa, Uze ungathethi kakubi ngomphathi wabantu bakowenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos wathi: “Hayi, mawethu, bendingamazi ukuba ungumbingeleli omkhulu. Kaloku *iziBhalo zithi: ‘Ungàthethi kakubi ngomlawuli wabantu bakho.’”