Acts 23:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati kwakuba etshilo oku, kwesuka ungxolisano pakati kwabafarisi nabasadusi, waza wahluleka umhlambi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke akukuthetha oko, kwabakho impambano phakathi kwabaFarisi nabaSadusi, yahlulelana inkitha leyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuba etshilo, kwabakho impambano phakathi kwabaFarisi nabaSadusi, yahlulelana inkitha leyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akutsho abaFarasi nabaSadusi baxabana bodwa, baza bahlukana kubini.