Acts 23:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abasadusi besiti akuko luvuko, akuko kwa nengelosi nomoya; kodwa abafarisi bayavuma ezonto zombini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba okunene abaSadusi babesithi, akukho luvuko, nasithunywa sazulu, namoya; kodwa abaFarisi bazivuma zombini ezo ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba okunene abaSadusi babesithi, akukho luvuko, nasingelosi, namoya; kodwa abaFarisi bazivuma zombini ezo ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku bona abaSadusi bathi abantu abayi kuvuka ekufeni, bakwathi akukho zithunywa zezulu, akukho namimoya, kodwa abaFarasi bona bayakholelewa kwezi zinto zontathu.

Recommended Reading