Acts 24:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Paulusi ukupendula, nxa inkosi ibikobile kuye ukuba atete: Ndisazi kakulu nje ukuba kuminyaka mininzi ungumgwebi kuhlanga olu, ndiyazipendulela ngokucwayita ngakumbi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku waphendula uPawulos, yakunqwala kuye irhuluneli ukuba athethe, wathi: Ndisazi kakuhle nje, ukuba sekuyiminyaka emininzi ungumgwebi kolu hlanga, kokukhona ndiziphendulela ngomxhelo owonwabileyo ngazo iindawo ezingam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke uPawulos, yakunqwala kuye irhuluneli ukuba athethe, waphendula wathi, Ndisazi nje, ukuba sekuyiminyaka emininzi ungumgwebi kolu hlanga, kokukhona ndiziphendulela ngomxhelo owonwabileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Irhuluneli yanqwala kuPawulos ukuba athethe, waza wathi: “Ndiyazi ukuba uneminyaka emininzi ugweba kwesi sizwe; yiyo loo nto ndivuyayo kuba ndiziphendulela phambi kwakho.