Acts 24:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ungaba nokuqonda ukuba intsuku zam azipezu kwezilishumi linambini, kuseloko ndenyukayo ukuya kubedesha e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba unganokuqonda, ukuba akuntsuku zingaphezu kweshumi elinambini, ndenyukayo ndaya kunqula eYerusalem;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungokuba uqonde, ukuba ziselishumi elinambini iintsuku, ndenyuka ndaya kunqula eYerusalem;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawe unokuyiqonda into yokuba azingaphezu kweshumi elinambini iintsuku ndayayo eJerusalem ndiye kunqula.