Acts 24:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndinetemba ngakuye utixo, abati naba ngokwabo balivumele, lokuba kuya kubako ukuvuka kwabafileyo, kwa nokwabalungileyo nokwabangalungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndinethemba kuThixo, into ke abayilindileyo nabo ngokwabo, ukuba kuza kubakho uvuko lwabafileyo, lwamalungisa kwanolwabangemalungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndinethemba kuThixo, into ke abayilindileyo nabo ngokwabo, ukuba kuza kubakho uvuko lwabafileyo, lwamalungisa kwanolwabangemalungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibambelele ethembeni elinye nabo abamangali, eli lokuba bonke abantu, abalungileyo nabangalunganga, baya kuvuka ekufeni.