Acts 24:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku emveni kweminyaka emininzi, ndafika ukuba ndizise amalizo kuhlanga lwam, nokuba ndinikele iminikelo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kweminyaka emininzi, ndafika ndizisa amalizo neminikelo kuhlanga lwakowethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kweminyaka emininzi, ndafika ndizisa amalizo neminikelo kuhlanga lwakowethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndakha ndangabikho iminyaka emininzi eJerusalem, ndaza emva koko ndaya khona ndisisela abantu bakowethu imali, futhi ndisiya kwenza amadini.