Acts 24:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okanye aba ngokwabo mabatsho, ukuba bafumana ukwenza okungalungileyo kum, nxa bendimi pambi kwentlanganiso yamapakati,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
okanye mabathi bona aba, ukuba kukho nto yokungalungisi bayifumeneyo kum, bayixele, ndakubon ukuba ndimi apha entlanganisweni yamatyala;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
okanye mabathi aba balapha, ukuba kukho nto imbi bayifumene kum, bakubon’ ukuba ndimi entlanganisweni yamatyala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okanye khawutsho kula madoda axele ukuba andifumana ndinatyala lini na ngokuya ndandimi phambi kweBhunga.