Acts 24:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ebetemba kanjako kunye noko, ukuba uya kupiwa imali ngu‐Paulusi, ukuze amkulule: ngako ebemmemela kuye kwa futi ngakumbi, wancokola naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunye ke noko, wayethembe ukuba wonikwa imali nguPawulos, ukuze amkhulule; ngako oko kwaba kukhona ambiza futhi, ukuba eze axoxe naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kunye ke noko, wayethembe ukuba wonikwa imali nguPawulos, ukuze amkhulule; ngako oko kwaba kukhona ambiza futhi, ukuba eze axoxe naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayenethemba lokuba mhlawumbi angahle anyotywe nguPawulos; kungesi sizathu ke wayesoloko emana ukumbiza ancokole naye.