Acts 24:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuze ndingenzi kade ukukutintela, ndiyakubongoza ukuba usive ngokufutshane ngabo ububele bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuze ndingabi sakubambezela ngakumbi, ndiyakubongoza ukuba ukhe usive kancinane ngokuthantamisa kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuze ndingabi sakubambezela ngakumbi, ndiyakubongoza ukuba ukhe usive kancinane ngokuthantamisa kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andifuni ukulidla ixesha lakho, ngoko ke ndicela ukuba usiphulaphule ngobulali esi simangalo.