Acts 24:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
eyalela abamnika ityala ukuba beze pambi kwako: ongati wena ngokwako uqonde kuye ngoku m buza zonke ezizinto esimnika ityala ngazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi, mabeze kuwe abamangaleli bayo, ongathi wena ngokwakho, wakuzincina zonke iindawo, ube nako ukuziqonda kuye ezo siyimangalela ngazo thina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ebathethela ngelithi, mabeze kuwe abamangaleli bakhe, wothi wena ngokwakho, wakuzincina zonke iindawo, ube nako ukuziqonda kuye ezo siyimangalela ngazo thina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULisiya wayalela ukuba aze kumangalelwa kuwe.] Nawe ngokwakho ekumvavanyeni kwakho uya kuziqonda uziva ngaye ezi zinto simmangalela ngazo.”