Acts 25:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Paulusi: Ndimi ngasesihlalweni sokugweba sika‐Kesare, apo ndifanele ukubuzwa kona: ama‐Juda andiwenzelanga nto, njengokuba usazi nawe kunene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uPawulos, Ndimi esihlalweni sokugweba sikaKesare, apho limele ukuthethwa khona ityala lam. AmaYuda andiwonanga nganto, njengokuba nawe usazi kakuhle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uPawulos, Ndimi esihlalweni sokugweba sikaKesare, apho limele ukuthethwa khona ityala lam. AmaYuda andiwonanga nganto, njengokuba nawe usazi kakuhle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uPawulos wathi: “Apha ndimi enkundleni kaKhesare, kanye apho limelwe kukuthethwa khona ityala lam. Akukho nto ndiwone ngayo amaJuda, njengoko nawe ngokwakho uqonda.