Acts 25:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abati abaniki betyala bakuma, abavelisa ngakuye nalinye ityala ngezozinto endibe ndizizindlela mna;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abamangaleli bayo, bakuvela, abamisanga nalinye ityala lezo zinto bendizindlela kuzo mna;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abamangaleli bakhe, bakuvela, abamisanga nalinye ityala lezo zinto bendizicingela mna;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abamangali bavela bamtyhola, kodwa kungengazo iindawo ezimbi endandiba bomtyhola ngazo.