Acts 25:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndati kekaloku mna nditandabuzela umbuzo ngako oku, ndabuza kuye ukuba ebenga angaya e‐Yerusaleme na, abuzwe kona ngezindawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndakuthingaza ke mna ngawo umbuzo wale ndawo, ndathi, Unga ungaya eYerusalem na, lithethwe khona ityala lezi zinto?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndakuthingaza ke mna ngawo umbuzo wale ndawo, ndathi, Unga ungaya eYerusalem na, lithethwe khona ityala lezi zinto?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithe ngenxa yokungabi nabungqina buphathekayo ngeli tyala, ndaqonda kuPawulos ukuba akangethandi na ukuba eli tyala liye kuthethwa eJerusalem.