Acts 25:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
endingenandawo eqinileyo ukuyiba̔la ngaye enkosini yam. Ngako ndimvelisele pambi kwenu, nangokukodwa pambi kwako, Kumkani Agiripa! ukuze nditi, nxa kwenziwe ukubuza oku, ndibe nento ukuyiba̔la.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
endingenanto iyinyaniso ndingayibhalayo ngaye enkosini yam. Ngako oko ndimzise phambi kwenu, ngokukodwa phambi kwakho, kumkani Agripa, ukuze, kwakubon ukuba kunciniwe, ndibe nento endingayibhalayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
endingenanto iyinyaniso ndingayibhalayo ngaye enkosini yam. Ngako oko ndimzise phambi kwenu, ngokukodwa phambi kwakho, kumkani Agripa, ukuze, kwakubon’ ukuba kunciniwe, ndibe nento endingayibhalayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa andikabi nayo inkcazelo ezeleyo endingayenzela uKhesare ngayo. Kungoko ke ndiyizise apha phambi kwenu, ngakumbi wena, kumkani Agripa, ukuze sithi emva kokulivavanya eli tyala layo, ndikwazi ukubhala ngalo.