Acts 25:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kum kunga kuyinto engafanelekileyo, ukuba kutunywe umbanjwa, kungaziswa namatyala amiswayo ngakuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba kum kubonakala ibubudenge, ukuba kuthunyelwe ikhonkxwa, lingaqondakaliswa netyala elinalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kum kubonakala ibubudenge, ukuba kuthunyelwe ikhonkxwa, lingaqondakaliswa netyala elinalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kum ayiqondakali into yokuba ndithumele umbanjwa zingacacanga izityholo abekwa zona.”