Acts 25:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
becela into yofefe ngakuye, yokokuba ammemele e‐Yerusaleme, besenza isilalelo endleleni ukumbulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
becela ukuba abababale ngokumbiza eze eYerusalem; bemlalele ukuze bambulale endleleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
becela ukuba abababale abe ebize eze eYerusalem, bemlalele ukuze bambulale endleleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuba ancede amse eJerusalem uPawulos, kuba babefuna ukumlalela endleleni, bamgwinte.