Acts 25:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mabati ngoko abanamandla pakati kwenu, watsho ke, behlele kona kunye na m, bayinike ityala indoda le, ukuba kuko into esisono kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Mabathi ngoko abanako phakathi kwenu, behle kunye nam, bayimangalele, ukuba kukho into kule ndoda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Mabathi ngoko abanako phakathi kwenu, behle nam, baye kuyimangalela le ndoda, ukuba kukho bubi kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinkokheli zenu ze zihambe nam ukuya eKhesariya, ziye kummangalela khona, ukuba ngaba kukho ityala alenzileyo.”