Acts 26:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa suka, ume ngenyawo zako: ngokuba ndibonakalele oku kuwe, ukuba ndikumisele ube ngumkonzi nenqi̔na, nangezozinto uzibonileyo, nangezo endiya kubonakala kuwe kuzo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Vuka, ume ngeenyawo; kuba ndibonakele kuwe ngenxa yoku, ukuba ndikumise ube ngumkhonzi nengqina lezi zinto uzibonileyo, nendiya kubonakala kuwe ngazo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa sukuma, ume ngeenyawo; kuba ndibonakele kuwe ngenxa yoku, ukuze ndikwenze umlungiseleli nengqina lezi zinto uzibonileyo, nendiya kubonakala kuwe ngazo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Vuka ume ngeenyawo. Ndibonakala kuwe ngesi sizathu sokuba ndikumisele ube sisicaka sam, ungqine kwabanye abantu ngokundibona kwakho namhlanje, nangezinto endisaza kukubonisa zona.