Acts 26:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa yena wati: Andigezi, Festusi odumileyo kakulu! koko ndiwapimisela amazwi enyaniso nawentelekelelo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke yena, Andigezi, Festo odume kunene; ndiphimisela amazwi enyaniso nawengqondo ephilileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke yena, Andigezi, Festo odumileyo; kodwa ndithetha amazwi enyaniso nawengqondo ephilileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos waphendula wathi: “Andiphambananga, mhlekazi Festo; la mazwi ndiwathethayo ayinyaniso, futhi ngawengqondo.