Acts 26:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokukodwa, kuba usazana nawo onke amasiko namabuzo apakati kwama‐Juda: ngako ndiyakukunga ukuba undive ngokunyamezela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokukodwa ekubeni usazana nawo onke amasiko neembuzwano zamaYuda. Kungoko ndiyakuthandaza ukuba undive, undinyamezele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokukodwa ekubeni unolwazi ngawo onke amasiko neembuzwano zamaYuda. Kungoko ndiyakubongoza ukuba undive, undinyamezele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nangakumbi kuba wena unolwazi ngamasiko amaJuda nezinye iinkcukacha zobuJuda. Uze undiphulaphule ngenyameko ke.