Acts 27:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
esiti kubo: Madoda! ndiyabona ukuba lentselisho iya kuba nesenzakalo nesilahleko esikulu, singesesomtwalo nesenqanawa kodwa, sisesobomi betu kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
esithi kubo, Madoda, ndiyabona ukuba uhambo olu luza kuba nenkxwaleko nokonakala okukhulu, kungekwamthwalo namkhombe wodwa, kukokobomi bethu nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wathi kubo, Madoda, ndiyabona ukuba olu hambo luza kuba nenkxwaleko nokonakala okukhulu, kungekwamthwalo namkhombe wodwa, kukokobomi bethu nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Madoda, ndibona ukuba luza kuba nengozi uhambo lwethu ukusuka apha. Umthwalo uza konakala kakhulu, nenqanawa yaphuke, kufe nabantu.”