Acts 27:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokwakaloku nje ndiyaniyala ukuba nibe nokucwayita: ngokuba kungayi kuba kulahlwa kwobomi bomnye umntu kuni, kwoba kokwenqanawa kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nangoku ndiyaniluleka ukuba nibe nomxhelo owonwabileyo;kuba kuni aba, akukho uya kulahlekelwa bubomi bakhe, yoba ngumkhombe wodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nangoku ndiyaniluleka ukuba nibe nomxhelo owonwabileyo; kuba kuni aba, akukho uya kulahlekelwa bubomi bakhe, yoba ngumkhombe wodwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke qinani, ndiyanibongoza! Kuba akukho bani uza kuphulukana nobomi bakhe; yinqanawa yodwa eza konakala.