Acts 27:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati u‐Paulusi kwinkosikulu nakumasodati: Xeshekweni aba bangahlali enqanaweni, aningesindiswe nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi uPawulos kumthetheli-khulu nakumasoldati, Ukuba aba abathanga bahlale emkhombeni, aninakusindiswa nina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uPawulos kumthetheli-khulu nakumajoni, Ukuba aba abathanga bahlale emkhombeni, aninakusindiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa wathi uPawulos kumphathi-butho: “Ukuba oomatiloshe abahlali apha enqanaweni, aninakusinda.”