Acts 27:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiyaniyala ngoko ukuba manitabate ukutya; ngokuba oku kuyelela ukulondolozwa kwenu; ngokuba kungayi kuwa nalunye unwele entloko yamntu wakuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke ngoko ndiyanibongoza ukuba nidle ukudla; kuba oko kuyelelene nokusindiswa kwenu; kuba akuyi kuwa nalunwele lwentloko kabani kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ke ngoko ndiyanibongoza ukuba nidle ukudla; kuba oko kuyelelene nokusindiswa kwenu; kuba akuyi kuwa nalunwele lwentloko kabani kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyanibongoza, yityani. Niya kuncedwa kukutya kule ngozi. Anisayi kulahlekelwa nalunwele olu.”