Acts 27:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akuba etshilo, watabata isonka, wabulela kutixo ebusweni babo bonke; waza waqezula, waqala ukutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akuba etshilo, wathabatha isonka, wabulela kuThixo emehlweni abo bonke; waqhekeza, waqala wadla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuba etshilo, wathabatha isonka, wabulela kuThixo phambi kwabo bonke, waqhekeza, waqala wadla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba etshilo uPawulos, wathatha isonka, wabulela kuThixo, watya phambi kwabo.