Acts 28:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abemi bakona basenzela ububele obungenziwa futi: ngokuba bepembile umlilo, basamkela sonke, ngenxa yemvula ekoyo, nangenxa yengqele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amabharbhari ke lawo asenzela ububele obungahlali busihla;kuba aphemba umlilo, asamkela sonke ngenxa yemvula esifikeleyo, nangenxa yokubanda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amabharbhari ke lawo asenzela ububele obungasincinane; kuba aphemba umlilo, asamkela sonke ngenxa yemvula esifikeleyo, nangenxa yokubanda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu balapho basenzela ububele. Yana imvula, kwaza kwabanda kakhulu. Ke kaloku abantu balapho basibasela umlilo, bebonisa ukusamkela kwabo.