Acts 28:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yelituba ngoko ndinibizele kum, lokuba ndi ni bone, nokuba nditete na ni: ngokuba kungenxa yetemba lo‐Sirayeli endifakiwe lomxokelelwane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndinibongoze ke ngenxa yeso sizathu ukuba nize, ndinibone, ndithethe nani; kuba kungenxa yethemba lakwaSirayeli endinxitywe lo mxokelelwane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndinibongoze ke ngenxa yeso sizathu ukuba nize, ndinibone, ndithethe nani, kuba ngenxa yethemba lakwaSirayeli ndikhonkxiwe ngalo mxokelelwane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiyo le nto ndinibizele ukukhe ndinibone, ndithethe nani. Eneneni ndibanjiwe nje, kungenxa yalowo ulithemba lamaSirayeli.”