Acts 28:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bona bati kuye: Asamkelanga ncwadi ngawe tina ivela e‐Judeya, akuko mntu wakubazalwana kanjako ote akufika apa washumayela umhlaumbi wateta into ngawe ekohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wona ke athi kuye, Thina asizuzanga zincwadi zithetha ngawe, zivele kwelakwaYuda; kananjalo akufikanga bani wakubazalwana, owabika, wathetha nto ikhohlakeleyo ngawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathe ke bona kuye, Thina asizuzanga zincwadi zithetha ngawe, zivele kwelakwaYuda; kananjalo akufikanga bani wakubazalwana, owabika, wathetha nto ikhohlakeleyo ngawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athe ke ukumphendula amaJuda: “Asikhange sifumane zileta ngawe zivela kwaJuda; akukhange kubekho namaJuda eza neendaba ngawe; kungakhange kubekho nanto imbi ithethwe ngawe.