Acts 28:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa siba kufanelekile ukuba sive kuwe oko ukukumbulayo: ngokuba ngalo ulwahlukano olu kusaziwa siti ukuba luyapikwa kuzo zonke indawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Singa ke singeva kuwe izinto ozicingayo; kuba okunene ngalo elo hlelo kuyazeka kuthi, ukuba lichasiwe ezindaweni zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sithanda ukuva ngawe, ukuba ucinga ntoni na; kuba ngalo eli hlelo siyazi ukuba lichasiwe ezindaweni zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke singathanda ukuziva izimvo zakho, kuba siyazi ukuba kuyo yonke indawo liyachaswa eli qela uhambisana nalo.”
Recommended Reading