Acts 28:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku kwakuba kwenziwe oku, babesiza nabanye abebenezifo esiqitini, bapiliswa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke kwakwenzeka oko, bathi nabanye ababenezifo esiqithini apho, beza baphiliswa; bathi bona basenzela iimbeko ezininzi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakuba kusenzeka oko, beza nabanye ababenezifo esiqithini apho, baphiliswa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba emphilisile, kwatsho kweziswa bonke abantu abagulayo beso siqithi, baphiliswa nabo.