Acts 3:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Gqobokani ngoko, niguquke, ukuba zicinywe izono zenu; ukuze kube kufika amaxesha onwabiso evela ebusweni benkosi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Guqukani ke ngoko, nibuye, ukuze zicinywe izono zenu;ngokokuze afike amathuba okuphumza, evela ebusweni beNkosi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Guqukani ke ngoko, nijike, ukuze zicinywe izono zenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Guqukani ke ngoko, nibuyele kuThixo, ukuze zicinywe izono zenu;