Acts 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ekufanele ukuba izulu limamkele kude kube ngamaxesha okuhlaziywa kwezinto zonke, ate utixo wateta ngawo ngomlomo wabo bonke abaprofite bake abangcwele bakudala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
lowo kumele okunene ukuba amazulu amamkele, kude kufike amaxesha okubuyiswa kweento zonke, awawathethayo uThixo ngomlomo wabo bonke abaprofeti bakhe abangcwele, kususela kunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
elimelwe kukumamkela izulu, kude kufike amaxesha okubuyiswa kweento zonke, awawathethayo uThixo ngomlomo wabo bonke abaprofeti bakhe abangcwele, kususela kunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uya kuhlala ezulwini kude kufike ixesha lokuhlaziywa kwezinto zonke, njengoko uThixo wâzisáyo mandulo ngabashumayeli bakhe abanyuliweyo.